Inguqulelo ka -ngqina ingesiNgesi:

-ngqina

give proof

isenzi

  • 1

    give proof
    provide evidence
    testify
    Wangqina uYohane, esithi, "Ndiwubonile uMoya, uphuma ezulwini." John testified, saying, "I have seen the Spirit, coming from the heavens."