Inguqulelo ka -phela ingesiNgesi:

-phela

stop

isenzi

  • 1

    stop
    come to an end
    finish
    Yaphela intlanganiso The meeting came to an end
    Uthe engekaphenduli uMamCirha yaphela ingoma The song stopped before MamCirha could answer
  • 2

    run out
    be finished
    Ubisi luphelile; nceda uluthenge The milk has run out; please buy some