Inguqulelo ka -qikelela ingesiNgesi:

-qikelela

estimate

isenzi + isenzelela

  • 1

    estimate
    guess
    think of
    Qikelela inani labantu abakulo mdlalo Estimate the number of people that are at this match
  • 2

    predict
    Ungaqikelela ukuba kwenzeka ntoni kwifilim? Can you predict what happens in the film?