Inguqulelo ka -tolika ingesiNgesi:

-tolika

interpret

isenzi

  • 1

    interpret
    translate
    Utolika isiFrentshi asise esiNgesini She interprets from French into English
  • 2

    interpret
    Umfundi utolika umyalezo kwibali elihlekisayo The learner interprets the message in the comedy