Inguqulelo ka -tya ingesiNgesi:

-tya

eat

isenzi

  • 1

    eat
    Watya iziqhamo zalo mthi He ate the fruit of this tree
    Yitya iqanda eli! Eat this egg!
  • 2

    (by insects, snakes,etc.)
    bite
    sting
    Ziyasitya ke iingcongconi ehlotyeni Mosquitoes bite us in summer
  • 3

    pinch
    hurt
    Ziyanditya izihlangu zam My shoes pinch me