Inguqulelo ka -vula ingesiNgesi:

-vula

open

isenzi

  • 1

    open
    Vula olo cango sibone ukuba kwenzeka ntoni na apho ngaphakathi Open that door so that we can see what is going on inside