Inguqulelo ka -xhathisa ingesiNgesi:

-xhathisa

balance

isenzi

  • 1

    balance
    stand fast
    steady the feet
    UNomabali waxhathisa ngaloo moto Nomabali balanced on that car
    Yaxhathisa inkosi yatsalela uMtukutu lowo emanzini The chief steadied his feet, and pulled Mtukutu into the water
  • 2

    resist
    Waxhathisa yena uTolo naxa umzi wakhe seluhamba icawa wonke Tolo resisted, even though all the members of his household go to church
  • 3

    hold out an arm or hand
    Kwatse, kwatse inkawu ukunyuka umthi yaxhathisa kakuhle, yandula ukutsala umhlobo wayo Up, up, climbed the monkey, up the tree, and held out a hand, and then started pulling up his friend