Inguqulelo ka abatsha ingesiNgesi:

abatsha

new

isiphawuli

  • 1

    new
    Abamelwana abatsha bafikile New neighbours have arrived
  • 2

    young
    Inani labantu abatsha abafunda izibalo lihlile The number of young people studying maths has decreased