Inguqulelo ka bonke ingesiNgesi:

bonke

all

isimelabizo soquko

  • 1

    all
    Bonke abafundi mababhale igama lemveliso All the learners must write down the name of the product
    Krwela umgca ngaphantsi kwabo bonke oonobumba Draw a line under all the letters of the alphabet
  • 2

    all
    the whole
    Ndahlala ebumnyameni ubusuku bonke I sat in the dark all night long