Inguqulelo ka emdaka ingesiNgesi:

emdaka

dirty

isibaluli

  • 1

    dirty
    Impahla yam emdaka ndiyihlambe ngokwam I wash my dirty clothing myself
  • 2

    brown
    Waphuma endlwini enxibe isuti emdaka He left the house wearing a brown suit
  • 3

    bad
    evil
    Eli likhaya layo yonke imikhwa emdaka This is the home of all bad habits
    Iyeza lesiNtu lingakunceda ukhusele imimoya emdaka Traditional medicine can help to prevent evil spirits