Inguqulelo ka enkulu ingesiNgesi:

enkulu

big

isiphawuli

  • 1

    big
    large
    Kuthiwa impundulu yintaka enkulu ehlala esibhakabhakeni It is said that the lightning bird is a big bird that lives in the sky
  • 2

    adult
    senior
    Inkosi enkulu yafika ngexesha The senior chief arrived on time
  • 3

    big
    major
    important
    Bonke abantu bamele ukumamela entlanganisweni enkulu kangaka All the people should listen at such an important meeting