Inguqulelo ka eyiphi ingesiNgesi:

eyiphi

which?

isichazi sokukukumbi

  • 1

    which?
    what?
    what kind of?
    Uthanda eyiphi imibongo kule mibini? Which of these two poems do you like?
    Uxela eyiphi ilali, tata? Which village do you mean, father?