Inguqulelo ka ezimdaka ingesiNgesi:

ezimdaka

dirty

isibaluli

  • 1

    dirty
    Wambona uTshandu efaka izitya ezimdaka ekhitshini He saw Tshandu putting the dirty dishes in the kitchen
    Aba bantu bahambela iindawo ezimdaka kakhulu These people visit very dirty places
  • 2

    brown
    Ziphume zibaleka iinkomo ezimdaka zakwaMiya The brown cattle of the Miya clan came out running