Inguqulelo ka eziya ingesiNgesi:

eziya

those over there

isikhombisi

  • 1

    those over there
    Izityalo eziya zineentyatyambo ezintle Those plants over there have beautiful flowers
    Yintoni ekhataza eziya iinkuku? What is bothering those chickens over there?