Inguqulelo ka ibhunga ingesiNgesi:

ibhunga

council

isibizo (class 5, isininzi amabhunga)

  • 1

    council
    Ibhunga kufuneka libe nentlanganiso The council must hold a meeting
    Bakhetha iBhunga likaMasipala ukumela iintswelo zabo They elect a Municipal Council to represent their needs