Inguqulelo ka idabi ingesiNgesi:

idabi

battle

isibizo (class 5, isininzi amadabi)

  • 1

    battle
    fight
    Amajoni amaninzi abulewe edabini Many soldiers were killed in the battle
  • 2

    battle
    struggle
    Idabi elilwa lo bhubhane wesifo liyaqhuba The battle against this dreadful disease continues