Inguqulelo ka idolo ingesiNgesi:

idolo

knee

isibizo (class 5, isininzi amadolo)

  • 1

    knee
    Wazicingela uNodita esahleli apho phantsi ebambe idolo lakhe Lost in thought, Nodita was sitting and holding her knee
  • 2

    curve
    bend
    Waya kumfumana xa eqala idolo endleleni He caught up with him when he was approaching a curve in the road