Inguqulelo ka ifleyiti ingesiNgesi:

ifleyiti

flute

isibizo (class 9, isininzi iifleyiti)

  • 1

    flute
    Kusetyenziswa umlomo ukudlala ifleyiti The mouth is used to play the flute
  • 2

    mouth organ
    Inkwenkwe ibetha ifleyiti? Is the boy playing a mouth organ?