Inguqulelo ka ikhankatha ingesiNgesi:

ikhankatha

guardian of initiated boys

isibizo (class 5, isininzi amakhankatha)

  • 1

    (in a traditional initiation school)
    guardian of initiated boys
    Ikhankatha lamakhwenkwe lifike izolo The guardian of the initiated boys arrived yesterday
  • 2

    (in a boarding school)
    school master
    Ikhankatha lamcenga ukuba abuyele esikolweni The boarding master begged her to come back to school