Inguqulelo ka ikota ingesiNgesi:

ikota

quarter

isibizo (class 9, isininzi iikota)

  • 1

    quarter
    Udade wabo ufumana kuphela ikota yemali efunyanwa nguKasiem Their sister gets only a quarter of the money received by Kasiem
  • 2

    quarter
    school term
    Iiveki zilishumi kwikota yesine There are ten weeks in the fourth term