Inguqulelo ka ingeniso ingesiNgesi:

ingeniso

profit

isibizo (class 9)

  • 1

    profit
    gain
    Ingeniso ayenzayo iza kubhatalela zonke izifundo zakhe The profit she makes will pay for all her studies
  • 2

    income
    Isixa serhafu oyihlawulayo sixhomekeke kwingeniso yakho The amount of tax that you pay depends on your income