Inguqulelo ka ingqongqo ingesiNgesi:

ingqongqo

a dried bull's hide

isibizo (class 9, isininzi iingqongqo)

  • 1

    a dried bull's hide
    Oomama xa kuphuma amakhwenkwe, babetha ingqongqo bevuma iingoma The mothers beat a dried bull's hide and sing when the boys leave initiation school