Inguqulelo ka injongo ingesiNgesi:

injongo

aim

isibizo (class 9, isininzi iinjongo)

  • 1

    aim
    objective
    purpose
    Injongo ephambili kukukhulisa ukufunda The main aim is to promote reading