Inguqulelo ka inkcubeko ingesiNgesi:

inkcubeko

culture

isibizo (class 9, isininzi iinkcubeko)

  • 1

    culture
    Inkcubeko ayiwavumeli amadoda nabasetyhini baziphathe ngendlela efanayo Culture does not allow males and females to behave alike