Inguqulelo ka inkqubo ingesiNgesi:

inkqubo

programme (education)

isibizo (class 9, isininzi iinkqubo)

  • 1

    programme (education)
    Inkqubo yesikolo mayiphinde ijongwe yinqununu The school programme must be reviewed by the principal
  • 2

    procedure
    programme
    Inkqubo yokuxoxwa kwamatyala enkundleni ikhokelwa ngumtshutshisi The court procedure is led by a prosecutor
  • 3

    policy
    Inkqubo wesikolo umiselwe ukuphelisa ukutshaya The school's policy is to ban smoking
  • 4

    programme (entertainment)
    Yeyiphi nkqubo yakho oyithandayo ethivini? What is your favourite television programme?