Inguqulelo ka intanjana ingesiNgesi:

intanjana

small rope

isibizo (class 9, isininzi iintanjana)

  • 1

    small rope
    Indoda yathatha intanjana yabophelela imilenze yebokhwe The man took a small rope and tied the goat's legs
  • 2

    tie
    Ngomso ndiza kunxiba intanjana nesuti Tomorrow I will wear a tie and a suit