Inguqulelo ka intloko ingesiNgesi:

intloko

head

isibizo (class 9, isininzi iintloko)

  • 1

    (part of the body)
    head
    Intloko yam ibuhlungu kakhulu My head is very sore
  • 2

    (a person who is in charge)
    head
    Inqununu yintloko yesikolo The principal is head of the school