Inguqulelo ka ipasi ingesiNgesi:

ipasi

pass

isibizo (class 5, isininzi amapasi)

imbali

  • 1

    pass
    Ipasi lalinika abantu abamnyama imvume yokuhlala nokusebenza ezidolophini A pass gave permission to black people to live and work in urban areas