Inguqulelo ka isalathiso ingesiNgesi:

isalathiso

index

isibizo (class 7, isininzi izalathiso)

  • 1

    index
    Jonga isalathiso ngasemva apha encwadini Look for the index at the back of the book
  • 2

    reference
    Kukho isalathiso ngesizwe samaMpondo kule ncwadi There is a reference to Pondoland in this book