Inguqulelo ka isatifikethi ingesiNgesi:

isatifikethi

certificate

isibizo (class 7, isininzi izatifikethi)

  • 1

    certificate
    Wafumana isatifikethi semfundo ephakamileyo ezifundela ngasese He obtained a high school certificate through private studies