Inguqulelo ka isipho ingesiNgesi:

isipho

present

isibizo (class 7, isininzi izipho)

  • 1

    present
    gift
    donation
    Wakhupha isipho esasisongelwe ngephepha eliluhaza She took out a present wrapped in green paper