Inguqulelo ka isiqu ingesiNgesi:

isiqu

stem

isibizo (class 7, isininzi iziqu)

  • 1

    inzululwazi geelwimi
    stem
    Isiqu ngu-ntu kwigama elithi "umntu" The stem is -ntu in the word "umntu"
  • 2

    (on a plant)
    stem
    Nasi isiqu sesi sityalo Here is the stem of the plant
  • 3

    body
    Isiqu sikaBrenda siye siphela ngokuphela Brenda's body is gradually losing weight