Inguqulelo ka isithethe ingesiNgesi:

isithethe

tradition

isibizo (class 7, isininzi izithethe)

  • 1

    tradition
    ritual
    Ngezi ndibano zababhali, sikhuthaza isithethe sokubhalwa koncwadi With these writers' workshops, we encourage a tradition of writing literature