Inguqulelo ka ithumbu ingesiNgesi:

ithumbu

intestine

isibizo (class 5, isininzi amathumbu)

  • 1

    intestine
    Ithumbu legusha likholisa ukuba yinyama yoomama Sheep's intestine is usually the meat for women
  • 2

    beadwork
    Emqaleni wanxiba ithumbu She wore beadwork around her neck