Inguqulelo ka itreyini ingesiNgesi:

itreyini

train

isibizo (class 9, isininzi iitreyini)

  • 1

    train
    Waya eBhayi ngetreyini She went to Port Elizabeth by train
    → Synonym of uloliwe
    Ndakhwela itreyini eya eKapa I caught the train to Cape Town