Inguqulelo ka ixabiso ingesiNgesi:

ixabiso

price

isibizo (class 5, isininzi amaxabiso)

  • 1

    price
    cost
    Ixabiso lamatikiti laphinda lehla The price of the tickets was reduced again
  • 2

    value
    Masiphucule ixabiso lemfundo noqeqesho Let us improve the value of education and training