Inguqulelo ka kaninzi ingesiNgesi:

kaninzi

many times

isihlomelo

  • 1

    many times
    Ndambiza kaninzi ndingekafiki kuye I called him many times before I reached him
  • 2

    frequently
    often
    Wazitswikila kaninzi efuna ukuqinisekisa ukuba akaphuphi na He pinched himself often to be sure he wasn't dreaming