Inguqulelo ka kuxa ingesiNgesi:

kuxa

it is time

isibanjalo

  • 1

    it is time
    it is when
    Kuxa kanye bendicinga ngawe It is exactly when I was thinking about you
    Kwakuxa icephe lokutya kuMapheza liza kungena emlonyeni It was at that time when Mapheza's spoon was about to go into his mouth