Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika loo in isiXhosa

: loo1loo2loo3

loo1

that

isikhombisi

  • 1

    that
    Loo mfo wahlanganisa amadoda ambalwa That man gathered together a few men
    Ndiyawufuna loo mzi I want that homestead

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika loo in isiXhosa

: loo1loo2loo3

loo2

that

isikhombisi

  • 1

    that
    Wawachitha loo manzi She wasted that water
  • 2

    those
    Loo mahashe ebehlala kwaMadyini Those horses stayed at Madyini's place

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika loo in isiXhosa

: loo1loo2loo3

loo3

those

isikhombisi

  • 1

    those
    Ngeyiphi loo misebenzi uyenzayo? Which of those jobs are you doing?
  • 2

    that
    Loo ndoda ke ibisisityebi kakhulu That man was very rich