Inguqulelo ka mncinane ingesiNgesi:

mncinane

(she/he) is young

isibanjalo

  • 1

    (she/he) is young
    Laa mfana mncinane That guy is young
  • 2

    (she/he) is small
    (she/he) is little
    Lo mntwana mncinane akakhuli kakuhle That child is little; he is not growing well
  • 3

    (it) is small
    (it) is little
    MaNgutyana, owam umsebenzi mncinane, ulula kakhulu MaNgutyana, my job is small and is very easy