Inguqulelo ka nawo ingesiNgesi:

nawo

with (it)

isihlomelo sobandakanyo

  • 1

    with (it)
    Ufike nawo umfanekiso? Did she come with the picture?
  • 2

    with (them)
    Uze nawo amasela He came with the thieves
  • 3

    (it) too
    even (it)
    Nawo umbane uphelile Even the electricity is finished
  • 4

    (they) too
    even (they)
    Nawo amapolisa afika Even the police arrived