Inguqulelo ka nkamalala ingesiNgesi:

nkamalala

of being amazed

isifanekisozwi

  • 1

    of being amazed
    of being astounded
    Uvuliwe loo mthwalo kwafunyanwa iziyobisi ezininzi eziwatsho loo maqakamba athi nkamalala The luggage was opened and a lot of drugs were found, which left police astounded