Inguqulelo ka phaya ingesiNgesi:

phaya

there

isalathandawo

  • 1

    there
    over there
    Banomzi abawuthenge phaya eLusikisiki They have a house they bought over there in Lusikisiki

Usetyenziso

'Phaya' signifies something further away than 'apho' does.