Inguqulelo ka qwa ingesiNgesi:

qwa

isifanekisozwi

  • 1

    of lifting up (the head)
    Wathi akutsho uMfuneko, wathi qwa intloko wamjonga uNqoza When Mfuneko said that, Nqoza lifted up his head and looked at him
  • 2

    of being upright
    Wacombuluka laa mfazi wee qwa ukuhlala oku ebhedini That woman stretched up and sat upright on the bed
  • 3

    of being alert
    Uzube kanti uthe qwa. Uyakwazi ukuzingela? Be sure that you are alert. Are you able to hunt?