Inguqulelo ka ukhanyo ingesiNgesi:

ukhanyo

enlightenment

isibizo (class 11)

  • 1

    enlightenment
    Uzelwe sekukho ukhanyo nabantu abamnyama sebeba ziinjineli He was born during a time of enlightenment, when black people could become engineers as well