Inguqulelo ka ukhuphiswano ingesiNgesi:

ukhuphiswano

competition

isibizo (class 11)

  • 1

    competition
    Ukhuphiswano lwaluququzelelwa yiBhodi yesiXhosa The competition was organised by the isiXhosa Board
  • 2

    race
    Ukhuphiswano lweembaleki luza kuqala ngoku The athletics race will start now