Inguqulelo ka umbalisi ingesiNgesi:

umbalisi

narrator

isibizo (class 1, isininzi ababalisi)

  • 1

    narrator
    story teller
    Umbalisi ebeyenza intsomi inike umdla ngokuthi alinganise nangezandla The narrator made the folktale interesting by making gestures