Inguqulelo ka umbane ingesiNgesi:

umbane

electricity

isibizo (class 3, isininzi imibane)

  • 1

    electricity
    Umbane ophuma kwezi zitishi ungonela izindlu ezingama-30 000 The electricity from these stations is enough for 30 000 households
  • 2

    lightning
    Umbane walandelwa ziindudumo The lightning was followed by thunder