Inguqulelo ka umbindi ingesiNgesi:

umbindi

centre

isibizo (class 3, isininzi imibindi)

  • 1

    centre
    middle
    Umbindi wedolophu uxakekile ngoMgqibelo The centre of the town is busy on a Saturday