Inguqulelo ka umdlali ingesiNgesi:

umdlali

player

isibizo (class 1, isininzi abadlali)

  • 1

    (sport)
    player
    Umdlali wombhoxo makanconywe xa edlala kakuhle A rugby player should be admired when he plays well
  • 2

    (drama)
    actor
    Umdlali wasebenzisa izijekulo xa ethetha The actor used gestures to express herself